Acts 3:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nina nilusapo lwabaprofite, nolwocebano owalwenzayo utixo nobawo betu, esiti ku‐Abrahame: Kanjalo ngenzalo yako ziya kutanyusanqelwa zonke izizalwane zomhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nina ningoonyana babo abaprofeti, nabomnqophiso awanqophisana ngawo noobawo bethu uThixo, esithi kuAbraham, Yaye ke iya kusikeleleka embewini yakho yonke imizalwane yehlabathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nina ningoonyana babo abaprofeti, nabomnqophiso awanqophisana ngawo noobawo bethu uThixo, esithi kuAbraham, Yaye ke iya kusikeleleka embewini yakho yonke imizalwane yehlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nisisizukulwana sabashumayeli, ninenxaxheba kumnqophiso owenziwa nguThixo nooyihlo-mkhulu, xa wathi kuAbraham: ‘Ngesinqe sakho ndiya kubasikelela bonke abantu bomhlaba.’