Acts 3:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yabagqala ke, ilinda ukwamkela into kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabagqala ke, ilinde ukwamkela into kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabagqala ke, elindele ukwamkela into kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yajonga kubo ke ilindele into abaza kuyinika yona.