Acts 3:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Petrosi: Isilivere negolide aziko kum; kodwa oko endinako ndiyakupa kona: Egameni lika‐Yesu Kristu um‐Nazarete, suka uhambe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uPetros, Isilivere negolide andinayo, kodwa endinako ndikunika khona: egameni likaYesu Kristu umNazarete, vuka uhambe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke uPetros, Isilivere negolide andinayo; kodwa endinako ndikunika kona: Egameni likaYesu Kristu umNazarete, vuka uhambe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uPetros: “Imali andinayo, kodwa ndiza kukunika into endinayo – egameni likaYesu Krestu waseNazarete, ndithi kuwe: ‘Phakama, uhambe.’ ”