Acts 3:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wayibamba ngesokunene isandla, wayisukisa: zasezisomelela inyawo zayo namaqata ayo kwa oko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayibamba ngesandla sokunene, wayivusa; zomelezeka ke kwalapho iinyawo zayo namaqatha ayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayibamba ngesandla sokunene, wayiphakamisa; zomelezeka kwaoko iinyawo zayo namaqatha ayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba etshilo, wayibamba ngesandla sokunene, wayiphakamisa. Ngoko nangoko iinyawo namaqatha ayo omelela.