Acts 3:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati bonke abantu bayibona ihamba, idumisa utixo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baza bonke abantu bayibona ihambahamba, idumisa uThixo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baza bonke abantu bayibona ihambahamba, idumisa uThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke abantu ababelapho bayibona ihamba ibulela uThixo.