Acts 4:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku nxa bebeteta ebantwini, kwababaqa abaperisite, nenkosi yetempile, nabasadusi,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakubon ukuba bayathetha kubo abantu, ababingeleli, nomphathi wetempile, nabaSadusi, bathi gaga phezu kwabo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, bakubon’ ukuba bayathetha kubo abantu, bafika ababingeleli, nomphathi wetempile, nabaSadusi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi uPetros noYohane besathetha nabo abantu, kwafika ababingeleli nentloko yabalindi *bendlu kaThixo kunye *nabaSadusi.