Acts 4:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo bebona umntu obepiliswe emi nabo, bebengenanto yokupika.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakumbona ke umntu emi nabo, yena lowo uphilisiweyo, ababanga nandawo yakuphika.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakumbona ke umntu emi nabo, yena lowo uphilisiweyo, ababanga nandawo yakuphika.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa babengenandlela yokuphikisana nabo, kuba indoda le yayiphilisiwe yayimi apho kunye noPetros noYohane.