Acts 4:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
besiti: Siya kwenza nto nina kwababantu? ngokuba okunene kubonakala kubo bonke abemiyo e‐Yerusaleme, ukuba ummangaliso owazekileyo wenzekile ngabo; asingekukanyele ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba okunene, ukuba kuhle ngabo umqondiso owazekayo, oyinto ebonakalayo kubo bonke abemi eYerusalem, nathi asinakuyikhanyela loo nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
besithi, Siya kubathini na aba bantu? Kuba okunene, ukuba kuhle ngabo umqondiso owazekayo, oyinto ebonakalayo kubo bonke abemi eYerusalem, kwaye asinakuyikhanyela loo nto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babuzana besithi: “Singawathini la madoda? Wonke ubani apha eJerusalem uyazi ukuba lo mqondiso ungaqhelekanga wenziwe ngawo, sibe ke thina singenako ukuyiphika le nto.