Acts 4:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko, ukuze kungavakaliseki kakulu ngakumbi ebantwini, masibasongele kunene, ize bangabi sateta nakomnye umntu ngeligama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuze ke loo nto ingahlakazeki ngakumbi ebantwini, masise sibasongela ngelokuba bangabi sathetha mntwini ngeli gama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuze ke loo nto ingahlakazeki ngakumbi ebantwini, masise sibasongela ngelokuba bangabi sathetha mntwini ngeli gama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuze ke inganwenwi le nto phakathi kwabantu, masibalumkise bangaze bathethe nakubani ngegama likaYesu.”