Acts 4:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bebindekile ngenxa yokuba bebefundisa abantu, nokuba bebeshumayela ngaye u‐Yesu ukuvuka kwabafileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bebindekile ngenxa yokuba befundisa abantu, bekuxela ukuvuka kubo abafileyo ngoku kukaYesu ukuvuka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bebindekile ngenxa yokuba befundisa abantu, bekuxela ukuvuka kubo abafileyo ngoku kukaYesu ukuvuka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babekhathazekile kuba aba *bathunywa babefundisa abantu ngokuvuka kukaYesu ekufeni, nto leyo yayiqinisekisa ukuba abafileyo baya kuvuka.