Acts 4:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebegqitisile iminyaka emashumi mane ngobudala, lowamntu okube kwenzekile kuye lommangaliso wokupilisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba wayedlule emashumini amane eminyaka umntu lowo, wawuhle kuye lo mqondiso wokuphiliswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba umntu owathi waphiliswa phezu kwakhe lo mqondiso wokuphiliswa wayeneminyaka engaphezu kwamashumi amane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku le ndoda yaphiliswa ngalo mmangaliso yayingaphezu kwamashumi amane eminyaka ubudala.