Acts 4:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngenyaniso kwabutana ngakuso isicaka sako esingcwele u‐Yesu, omtambisileyo, kwa no‐Herodi no‐Pontiyusi Pilati, kunye nabaheyideni nezizwe zo‐Sirayeli,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, inyaniso, ngaye uMkhonzi wakho oyingcwele onguYesu, owamthambisayo, kwahlanganisana uHerode, kwanoPontiyo Pilato, ndawonye neentlanga nabantu bakwaSirayeli,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba okunene uHerode, kwanoPontiyo Pilato, ndawonye neentlanga nabantu bakwaSirayeli, babuthelana ndawonye nxamnye noNyana wakho ongcwele uYesu, owamthambisayo,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kuba ngenene uHerode noPilato bahlangana kwesi sixeko kunye neentlanga, namaSirayeli, ngaye uYesu isiCaka sakho osinyulileyo, uMthanjiswa wakho.