Acts 4:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukwenza konke isandla sako necebo lako lamisela ngapambili ukuba kwenziwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba benze izinto zonke ezamiswayo ngenxa engaphambili sisandla sakho nalicebo lakho, ukuba zibekho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuba benze izinto zonke ezamiswayo ngenxa engaphambili sisandla sakho nalicebo lakho, ukuba zibekho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bahlangana ukuze bakwenze konke owawuselukumisele ngegunya nentando yakho ukuba kuya kwenzeka.