Acts 4:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza babeka izandla pezu kwabo, babafaka entolongweni kude kube ngomso; ngokuba kube kuse kuhlwile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babesa izandla, babafaka entolongweni, kwada kwaba lingomso;kuba bekuse kuhlwile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babasa izandla, babafaka entolongweni, kwada kwaba ngengomso; kuba bekuse kuhlwile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bababamba ke, babafaka entolongweni, ukuba balinde khona kude kube ngengomso, njengoko imini yayiselisangene.