Acts 4:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ke bekungeko mntu obesekusweleni pakati kwabo; ngokuba bonke abebengabafuyi bemihlaba umhlaumbi bezindlu bebetenga ngazo, bawazisa amanani ezinto ezibe zitengiswa,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kwakungekho namnye phakathi kwabo, wayeswele; kuba bonke ababenemihlaba, nokuba zizindlu, babesithi bathengise ngazo, bawazise amaxabiso ezo zinto kuthengisiweyo ngazo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakungekho namnye phakathi kwabo, wayeswele; kuba bonke ababenemihlaba, nokuba zizindlu, babethengisa ngazo, baze bazise amaxabiso ezinto ezithengisiweyo,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakungekho bani usweleyo phakathi kwabo. Ababenemihlaba nezindlu babethengisa ngazo, baze imali leyo bayifumeneyo