Acts 4:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bawabeka ngasezinyaweni zabapostile: kwaza kwabelwa abanye ngabanye, njengoko kusukuba umntu enokuswela ngako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bawabeke ezinyaweni zabapostile; waye ke elowo esabelwa njengoko ebesukuba eswele ngako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bawabeke ezinyaweni zabapostile; waye ke elowo esabelwa njengoko ebesukuba eswele ngako.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
beze nayo, bayinike abathunywa, ize yabelwe ulowo nalowo ngokweentswelo zakhe.