Acts 4:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bakuba bebebamisile pakati, babuza, besiti: Kungawanina amandla, umhlaumbi ngelanina igama, enikwenzile oku nina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathe bakuba bebamise phakathi, bababuza besithi, Le nto nina niyenze ngamandla mani na, nangagama lini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakuba bebamise phakathi, bababuza besithi, Le nto nina niyenze ngamandla mani na, nangagama lini na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babamisa phambi kwabo abathunywa, bababuza bathi: “Niyenze kanjani le nto? Gunya lini eli ninalo? Ligama likabani eli nisebenze ngalo?”