Acts 5:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waselesiwa pantsi kwa oko ngasezinyaweni zake, wapuma umpefumlo: angena ke amadodana amfumana efile, aza a m twalela pandle a m ncw̔aba ngasendodeni yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawa ke kwalapho ezinyaweni zakhe, waphuma umphefumlo;bangena ke abafana, bamfumana efile, bamthwalela phandle, bamngcwabela ngasendodeni yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawa phantsi kwangoko ezinyaweni zakhe, waphuma umphefumlo. Bangena abafana, bamfumana efile, bamkhuphela phandle, bamngcwaba ngasendodeni yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko nangoko uSafira wawa ezinyaweni zakhe, wafa. Bangena abafana, bambona ukuba ufile, bamthatha baya kumngcwaba ecaleni komyeni wakhe.