Acts 5:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa abanye bekungeko namnye wabo obenokukalipa kwokuzibandakanyela kubo; koko abantu bebebazukisa:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, kwabanye akubangakho namnye waba nabuganga bakusinamathelisa kubo; baye abantu bebenze bakhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, kwabanye akubangakho namnye waba nabuganga bakusinamathelisa kubo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abangakholwayo babengazibandakanyi nabo, nakuba kwakuthethwa kakuhle ngabo.