Acts 5:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ingelosi yenkosi ngobusuku obo yavula ingcango zentolongo, yabaku̔pa, yati:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku isithunywa seNkosi sazivula iingcango zentolongo ebusuku, sabakhupha, sathi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sazivula ke isithunywa seNkosi ebusuku iingcango zentolongo, sabakhupha, sathi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangobo busuku isithunywa seNkosi sawavula amasango entolongo, sabakhokelela phandle abathunywa, sathi kubo: