Acts 5:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yandula yemka inkosi yetempile kunye namadindili, yaya yawazisa, inga wazisi ngamandla, ngokuba bebesoyika abantu, ukuze bangagityiselwa ngamatye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka umphathi enamadindala, wabazisa kungengamandla; kuba babesoyika abantu, hleze baxulutywe ngamatye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wesuka umphathi enamadindala, wabazisa kungengamandla; kuba babesoyika abantu, hleze baxulutywe ngamatye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yasuka ke intloko yabalindi yahamba nabaphantsi kwayo, babaphuthuma abathunywa. Babaphatha kakuhle abathunywa, kuba besoyika hleze baxulutywe ngamatye ngabantu.