Acts 5:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Petrosi n abanye abapostile bapendula bati: Kufanele ukupulapula utixo ngapezu kwabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula ke uPetros nabapostile, bathi, Simelwe kukuthi sive uThixo kunokuba sive abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ke uPetros nabapostile, bathi, Simelwe kukuthi sive uThixo kunokuba sive abantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
OoPetros baphendula bathi: “Asinakwenza nto yimbi; sifanele ukuthobela uThixo endaweni yabantu!