Acts 5:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waza wati kubo: Madoda, bo‐Sirayeli! zilumkeleni ukuba niza kwenza nto nina ngendawo yababantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathi kubo, Madoda, maSirayeli, zilumkeleni ngento eniza kuyenza kwaba bantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Madoda, maSirayeli, zilumkeleni ngento eniza kuyenza kwaba bantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabhekisa eBhungeni esithi: “MaSirayeli, yilumkeleni into eniyenzayo kula madoda.