Acts 5:39 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ukuba ungo katixo, aningewutshabalalise, hleze nike nifunyanwe nisilwa kwa notixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba ke lelikaThixo, aninakulitshitshisa; hleze nifunyanwe ningabalwa kwanoThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke lelikaThixo, aninakulitshitshisa; hleze nifunyanwe ningabalwa kwanoThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukanti ukuba yinto evela kuThixo, aninako ukuwutshabalalisa. Endaweni yaloo nto ningazibhaqa nisilwa noThixo.” IBhunga lalandela icebo likaGamaliyeli.