Acts 5:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati ke ngoko bona bemka bevuya ebusweni bentlanganiso, ngokokuba bebebalwa ngokuba befanele ukupatwa ngokuhlazekileyo ngenxa yegama lake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bemka ke ngoko bona ebusweni bentlanganiso yamatyala, bevuya, ngokuba kuthiwe bakufanele ukuhlaziswa ngenxa yegama lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bemka ke ngoko bona ebusweni bentlanganiso yamatyala, bevuya, ngokuba kuthiwe bakufanele ukuhlaziswa ngenxa yegama lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abathunywa balishiya iBhunga elo benemincili, kuba uThixo ebafumanise befanelekile ukuba bahlazeke ngenxa yegama likaYesu.