Acts 5:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Esuka ke amadodana ambopa, aza a m twalela pandle a m ncw̔aba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Asuka ke amadodana amsonga, amthwalela phandle, amngcwaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Besuka abafana, bamsongela, bamthwalela phandle, bamngcwaba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bafika abafana, bawuthatha bawuthandela umzimba wakhe, baya kumngcwaba.