Acts 5:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwasekumzuzu wanga wangoweyure ezintatu, wandula umfazi wake, engakwazi oko bekwenzekile, wangena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaba mzuzwana ke, ngathi ngowamaxa amathathu, wathi umkakhe, engayazi loo nto ihlileyo, wangena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakuba kuhambe iiyure ezintathu, wathi umkakhe, engayazi loo nto ihlileyo, wangena.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kweeyure ezintathu, yafika inkosikazi kaHananiya ingekayiva loo nto ihlileyo.