Acts 6:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWEZINTSUKU ke, bakuba bebesanda abadisipile, kwavuka ukuṙoṙa kwaba‐Girike ngakuma‐Hebere, ngokokuba abahlolokazi bakowabo bebelityalwa ekwabiweni kwemihla ngemihla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ngaloo mihla, bakubon ukuba bayanda abafundi, kwabakho ukukrokra kwawesiGrike amaYuda ngakwawesiHebhere, ngokuba abahlolokazi bawo babesilela ekulungiselelweni kwemihla ngemihla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku ngaloo mihla, bakubon’ ukuba bayanda abafundi, kwabakho ukukrokra kwawesiGrike amaYuda, esithi, ngenxa yokuba abahlolokazi bawo babengananzwa kulungiselelo lwemihla ngemihla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi kwakubon' ukuba liyanda inani labalandeli bakaYesu, kwavela ukungevisisani phakathi kwamaJuda athetha isiGrike kwanamaJuda athetha olweenkobe. AmaJuda athetha isiGrike akhalazela ukuba abahlolokazi bawo àbamkeliswa kakuhle kwimali yenkxaso yemihla ngemihla.