Acts 6:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo bavuselela abantu, nabadala, nababa̔li, bambaqa, bamqubula, bamr̔olela entlanganisweni yamapakati,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanjalo babahlokohla abantu, kwanamadoda amakhulu nababhali; baza bemfikele bamthi hlasi, bamsa ematyaleni amakhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baza babaxhokonxa abantu, namadoda amakhulu nababhali; bamfikela, bambamba, bamzisa entlanganisweni yamatyala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngale ndlela bamenza wavukelwa ngabantu, nangabadala, nangabachazi-mthetho. Bamqubula uStefano, bamthatha bamsa entlanganisweni *yeBhunga.