Acts 7:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nangokwesibini u‐Josefe wazazisa kubakuluwe bake, bati abalamane baka‐Josefe bazeka ku‐Faro.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ngokwesibini, uYosefu wabuya waziwa ngabazalwana bakhe, saza isizalwane sikaYosefu saveliswa kuFaro.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ngokwesibini uYosefu wabonakalaliswa kubazalwana bakhe; Saza ke isizalwana sikaYosefu saziswa kuFaro.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kutyelelo lwabo lwesibini uJosefu wazazisa kubantakwabo, waza wamxelela ukumkani ngamawabo lawo.