Acts 7:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yakobi wehlela e‐Jipete, wabuba yena, nobawo betu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wehla ke uYakobi, waya eYiputa, wabhubha yena noobawo bethu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wehla ke uYakobi, waya eYiputa, wabhubha yena noobawo bethu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wehla ke uYakobi, waya eJiputa, apho yena nookhokho bethu bafela khona.