Acts 7:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yena lo wenza ngobuqinga kwisizwe sakowetu, wabapata kakubi obawo betu, kuze kulahlwe intsana zabo, ukuba zingagcinwa zihleli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo wabalumkisa abakowethu, wabaphatha kakubi oobawo bethu, ngokokuze bazilahle iintsana zabo, ukuze zingabudli ubomi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo wabalumkisa abakowethu, wabaphatha kakubi oobawo bethu, ngokokuze bazilahle iintsana zabo, ukuze zingabudli ubomi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabenzela ubutshijolo abantu bakowethu, wabakhohlakalela ookhokho bethu, ebanyanzela ukuba babalahle abantwana babo, ukuze babe sesichengeni sokufa.