Acts 7:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku akuba ebelahliwe yena, yamcola intombi ka‐Faro, yamondla abe ngunyana kuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Elahliwe ke, yamchola intombi kaFaro, yazondlela ukuba abe ngunyana wayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wagxothwa ke, yamchola intombi kaFaro, yazondlela ukuba abe ngunyana wayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wathi naye akulahlwa, wacholwa yintombi yokumkani waseJiputa, yazikhulisela yena.