Acts 7:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni ke bekumzalisekelwa ixesha leminyaka imashumi mane, kwangena entliziyweni yake ukutyelela kubo abazalwana bake usapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthe ke, kwakuzaliseka kuye ixesha leminyaka engamashumi amane, kwathi qatha entliziyweni yakhe ukukha aye kuvelela abazalwana bakhe, oonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, kwakuba yiminyaka emashumi mane, kwafika entliziyweni yakhe ukukha aye kuvelela abazalwana bakhe, oonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Akuba neminyaka engamashumi amane uMosis, watyelela amawabo amaSirayeli.