Acts 7:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiba abazalwana bake baya kuqonda ukuba utixo wobanika usindiso ngesandla sake: kodwa bona abaqonda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wayeba ke yena boqonda abazalwana bakhe ukuba uThixo ebeya kubasindisa ngesandla sakhe; abaqondanga ke bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayeba ke yena boqonda abazalwana bakhe ukuba uThixo ebeya kubasindisa ngesandla sakhe; abaqondanga ke bona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayecinga ukuba amawabo oqonda ukuba uThixo ufuna ukusebenzisa yena ekuwakhululeni, kodwa akazange aqonde.