Acts 7:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna ndi ngutixo woyihlo bako, utixo ka‐Abrahame, notixo ka‐Yisake, notixo ka‐Yakobi. Waza u‐Mosesi wangcangcazela, wabengenakukalipa kwokubonela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ndinguThixo wabo ooyihlo, uThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake, uThixo kaYakobi. Wesuka ke wagubha uMoses, akaba nabuganga bakuwuqiqa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ndinguThixo wabo ooyihlo, uThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake, uThixo kaYakobi. Wagubha uMoses, akaba nabuganga, akukhangela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
‘Mna ndinguThixo wookhokho bakho, uThixo ka-Abraham, kaIsake, noYakobi.’ UMosis wankwantya kukoyika, akabi saba nako ukulikhangela.