Acts 7:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
esiti ku‐Arone: Senzele otixo, abaya kuhamba pambi kwetu; ngokuba u‐Mosesi lo, owasiku̔payo ezweni le‐Jipete, singamazi ukuba uhlelwe yinto nina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
besithi kuAron, Senzele oothixo abaya kuhamba phambi kwethu; kuba lo Moses wasikhuphayo emhlabeni waseYiputa, asiyazi into emhleleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
besithi kuAron, Senzele uthixo oya kuhamba phambi kwethu; kuba lo Moses wasikhuphayo ezweni laseYiputa, asazi ukuba uhlelwe yintoni na.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungoko bathi kuAron: ‘Senzele *oothixo bokusikhokela, kuba asiyazi into emngeneyo laa Mosis wasikhupha eJiputa.’