Acts 7:46 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
owafumana ufefe pambi kwotixo, wazicelela ukuba afumanele utixo ka‐Yakobi itabanakele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
owababalwayo nguThixo, wacela ukuba amfumanele uThixo kaYakobi umnquba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
owababalwayo nguThixo, wacela ukuba amfumanele uThixo kaYakobi umnquba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena wathandeka kuThixo, waza wacela ukuba uThixo amvumele akhele inzala kaYakobi indlu yokunqula.