Acts 8:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo u‐Simone wakolwa naye, wati akuba ebapitizeshiwe waman’ ukubako no‐Filipi; waza ebona imiqondiso nemimangaliso emikulu ebisenziwa, wati nqa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakholwa ke kwanaye uSimon; wathi akubhaptizwa, wazingisa ukuhlala noFilipu, ebona imiqondiso kwanemisebenzi emikhulu yamandla isenzeka, wathi nqa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Naye uSimon wakholwa, waza akuba ebhaptiziwe, wahlala enoFilipu. Wamangaliswa yimimangaliso nemiqondiso eyayisenzeka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NoSimon wakholwa, waza akuba ebhaptiziwe akahlukana noFilipu, ekhwankqiswa yimimangaliso nemiqondiso awayeyenza uFilipu.