Acts 8:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(ngokuba ebengekabawelanga kwa namnye; koko babe bebapitizeshelwe egameni lenkosi u‐Yesu kodwa.)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ebengekaweli namnye kubo; babebhaptizelwe nje kodwa egameni leNkosi uYesu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
(Kuba ebengekaweli namnye kubo; babebhaptizwe nje egameni leNkosi uYesu.)
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba wayengekabafikeli uMoya oyiNgcwele; nto nje babebhaptizelwe egameni leNkosi uYesu.