Acts 8:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Petrosi wati kuye: Maiti imali yako kunye nawe ibe yinto yokutshatyalaliswa, ngokokuba isipo sikatixo ubusiba wosizuza ngemali.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke uPetros kuye, Isilivere yakho mayiye kutshabalala nawe; ngokuba ububa isipho sikaThixo singazuzwa ngemali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke uPetros kuye, Isilivere yakho mayiye kutshabalala nawe; ngokuba ubusiba isipho sikaThixo singazuzwa ngemali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula wathi uPetros: “Hamb' uye kufa kunye naloo mali yakho, kuba ucinga ukuba isipho sesisa sikaThixo singathengwa ngemali!