Acts 8:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndibona ukuba usenyongweni yobuṙaṙa nasekubanjweni kwenkohlakalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndiyabona ukuba usenyongweni yobukrakra, nasentanjeni yentswela-bulungisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndiyabona ukuba usenyongweni yobukrakra, nasentanjeni yentswela-bulungisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba ndiyabona ukuba unekratshi elilizothe, waye ulikhoboka lokungcola.”