Acts 8:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapendula u‐Simone wati: Ndikungeleni nina enkosini ukuze kungandihleli nanye yezozinto nitetile ngazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula ke uSimon wathi, Ndikhungeleni nina eNkosini, ukuze ndingahlelwa nanye yezo zinto nizithethileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ke uSimon wathi, Ndikhungeleni nina eNkosini, ukuze ndingahlelwa nanye yezo zinto nizithethileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe ke uSimon kooPetros noYohane: “Ndincedeni, zinkosi, nindithandazele eNkosini ukuze zingandihleli zonke ezi zinto nizithethileyo.”