Acts 8:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ebupantsini bake ukugwetyelwa kwake kwasuswa; nesizukulwana sake ngubanina oya kusixela? ngokuba bususwa emhlabeni ubomi bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekuthobekeni kwakhe umgwebo wakhe wasuswa; Ngubani na ke owosicacisa ukusixela isizukulwana sakhe? Ngokuba buyasuswa ubomi bakhe emhlabeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekuthotyweni kwakhe umgwebo wakhe wasuswa. Ngubani na ke owosixela isizukulwana sakhe? ngokuba buyasuswa ubomi bakhe emhlabeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekuthotyweni kwakhe akabanga namhlanguli; akukho bani uya kuchaza ngesizukulwana sakhe, kuba ubomi bakhe emhlabeni bunqanyulwe.”