Acts 8:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula ke umbusi lowo ku‐Filipi, wati: Ndiyakukunga, umprofite utsho oku ngobanina? ngokwake, ngomntu wumbi, kusinina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Laphendula ke ithenwa lathi kuFilipu, Ndiyakukhunga, umprofeti lo uyithetha ngabani na le nto; uzithetha yena na, uthetha mntu wumbi, kusini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Laphendula ke ithenwa lathi kuFilipu, Ndiyakukhunga, umprofeti lo uyithetha ngabani na le nto; Ithetha yena, okanye mntu wumbi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unondyebo wabuza kuFilipu wathi: “Khawundixelele, uthetha ngabani apha umshumayeli? Ngaba uthetha yena siqu, okanye uthetha ngomnye umntu?”