Acts 8:39 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku okuya bebenyuke emanzini, umoya wenkosi wamsusa u‐Filipi, wati umbusi akabi sambona: ngokuba ebehamba indlela yake evuya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xeshikweni ke babenyukile, baphuma emanzini, uMoya weNkosi wamthi xwi uFilipu; alaba sambona ithenwa, kuba lalihamba ngeyalo indlela livuya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xeshikweni ke babenyukile, baphuma emanzini, uMoya weNkosi wamthi xwi uFilipu; alaba sambona ithenwa, kuba lalihamba ngeyalo indlela livuya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakuphuma emanzini apho, uMoya weNkosi wamthatha wemka naye uFilipu. UmTopiya lowo akabanga sambona uFilipu, kodwa wayihamba indlela yakhe leyo ezele luvuyo.