Acts 9:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ndiya kumbonisa ukuba zizinto ezingakanana afanele ukuziva ngenxa yegama lam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba mna ndiya kumbonisa ukuba zinkulu kwezinto ezinzima, amelwe kukuziva ngenxa yegama lam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba mna ndiya kumbonisa ukuba zinkulu kwezinto ezinzima, amelwe kukubandezeleka ngazo ngenxa yegama lam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaye mna ngokwam ndiya kuyibonisa ubunzima efanele ukubuva ngenxa yam.”