Acts 9:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wacela kuye incwadi zokuya e‐Damakusi, ziba̔l elwa intlanganiso zakona, ukuze ati, ukuba uyafumana abatile abebengabendlela leyo, kwa namadoda namankazana, abazise benxityiwe e‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wacela kuye iincwadi zokuya eDamasko ezindlwini zesikhungu, ukuze athi, ethe wafumana abathile bale Ndlela, amadoda kwanabafazi, abazise bekhonkxiwe eYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wacela kuye iincwadi zokuya eDamasko ezindlwini zesikhungu, ukuze athi, ethe wafumana abathile bale Ndlela, amadoda kwanabafazi, abazise bekhonkxiwe eYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukuze aye *ezindlwini zesikhungo zamaJuda eDamasko, abe nako ukuthi xa ebafumana abalandeli bale Ndlela yeNkosi, abakhonkxe, amadoda kunye nabafazi, eze nabo eJerusalem.