Acts 9:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ingcebo yawo yazeka ku‐Saulusi. Aza alalela amasango nasemini nasebusuku, ukuze ambulale.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Awagcina ke namasango imini nobusuku, ukuba amsike.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa iyelenqe lawo laziwa nguSawule. Awagcina ke namasango imini nobusuku, ukuba amsike.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa eli yelenqe waliva uSawule. Imini nobusuku babemlinda emasangweni edolophu, khon' ukuze bambulale.