Acts 9:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku akuba u‐Saulusi ebefikile e‐Yerusaleme, wabelinga ukukolana nabadisipile: kanti bonke bebemoyika, bengakolwa ukuba ungumdisipile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, akufika uSawule eYerusalem, wamana elinga ukuzibandakanya nabafundi; kodwa bamoyika bonke, bengakholwa ukuba ungumfundi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, akufika uSawule eYerusalem, wamana elinga ukuzibandakanya nabafundi; kodwa bamoyika bonke, bengakholwa ukuba ungumfundi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USawule waya eJerusalem, wazama ukuzibandakanya nabalandeli bakaYesu. Kodwa bonke babemoyika, bengakholwa ukuba naye ungumlandeli kaYesu.